Job 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mazibe mnyama inkwenkwezi zoncwalazi lwabo; mabulinde ukukanya, kungabiko ke; mabungakangeli nenkope zomso:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mazibe mnyama iinkwenkwezi zomso wabo obomvu; Mabulinde ukufika kokukhanya, kungabikho; Bungaziboni iinkophe zesifingo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iinkwenkwezi zenu zokuhlwa mazibe mnyama; Makafune ukukhanya, kungabikho; makungakuboni ukusa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iinkwenkwezi zangorhatya ngezimnyama; loo mini ngeyilindele ukusa kodwa kungaze kufike, nomsobomvu ungaze uthi chapha!