Job 30:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bayacita umendo wam; bayahambisa ilishwa lam; akuko mncedi kubo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayenza amagqagala indlela yam, Bancedisa ukweyela kwam, Abangenamncedi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayonakalisa indlela yam, bandizisela ububi, bengenamncedi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bayandiqhiwulela endleleni, befuna ukundigqiba, besithi: ‘Akanabani ongamncedayo.’