Job 30:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndikwazi ukuba uya kundizisa ekufeni, nasendlwini emiselwe bonke abahleliyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyazi ukuba uya kundibuyisela ekufeni, Endlwini yokuhlangana kwabaphilileyo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyazi ukuba uya kundikhokelela ekufeni, nasendlwini yokumiselwa kwabaphilileyo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyaqonda ke ukuba undinikezela ekufeni, apho baya kuphelela khona bonke abaphilayo.