Job 30:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ewe, akuko kutandaza, akwolula isandla sake, nakuba ekububiseni kwake bakalayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ekuthini bhuma, umntu akoluli sandla na, Azibike ngenxa yoko elishweni lakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa isandla sakhe akasayi kusolulela kwelabafileyo, kwanokuba babiza ukuwa kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe akukho hlwempu elizibikayo endingalincedanga, nditsho elaliphakamisela izandla kum licela uncedo.