Job 30:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndakukangela ubutamsanqa, kwandul’ ukufika ububi; ndakulinda ukukanya, kweza ubumnyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndathemba okulungileyo, kweza okubi; Ndalinda ukukhanya, kweza isithokothoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndathemba okulungileyo, ndehlelwa bububi; ndathi ndisalinde ukukhanya, kwafika ubumnyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mna ndithe ndijonge okuhle kwathi gqi okubi; bendilindele ukukhanya, suka kwathi nyalulu ubumnyama.