Job 30:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo uhadi lwam luguqulwe lwaba lusizi, nomlozi wam waba lilizwi labalilayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uhadi lwam lwaba sisijwili, Ugwali lwam lwaba lilizwi labalilayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo izembe lam laba sisikhalo, nelungu lam lobudoda laba lilizwi labazilileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ihapu yam ngoku seyijike yaba yeyesililo, nefluthi yam ngoku seyisenza isijwili.”