Job 31:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo owandenzayo mna embilini, akasenzanga na sona naso? asi nguye omnye osidalileyo esizalweni na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owandenzayo ezibilinini akamenzanga na naye? Owasimilisa esizalweni akamnye na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo wandenzayo esizalweni, akamenzanga na? yaye akakho na umntu osidale ngokomfanekiso kanina?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku kwalo Thixo udale mna zikwadalwe nguye nezicaka zam!