Job 31:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ndityile ndedwa umtamo wam, nxa ingatyanga inkedama kuwo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndawudla ndedwa umthamo wam, Ayadla inkedama kuwo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bendisidle ndedwa iqhekeza lam, ayasidla nenkedama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andizange ndaneliseke kukutya ndedwa, ibe yona inkedama ingenayo into etyiwayo.