Job 31:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ndivivinyile isandla sam ngakuyo inkedama, nxa bendibona esangweni uncedo lwam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bendilingisile ngesandla sam kwinkedama, Ngokuba bendibone uncedo lwam esangweni:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndithe ndasiphakamisela isandla sam kwinkedama, Andiluboni uncedo lwam esangweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ndakha ndayivuyelela inkedama kuba ndiqhayisa ngokuyitshonisa nasenkundleni?