Job 31:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ndandigcoba ngokuba buninzi ubutyebi bam, nangokuba sifumene inzuzo enkulu isandla sam:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bendikuvuyela ukuba buninzi kobutyebi bam, Nokufumana kakhulu kwesandla sam;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bendikuvuyela ukuba buninzi kobutyebi bam, nokuba buninzi kwesandla sam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuba bendivuye ndada ndaqholosa ngenxa yentabalala yobutyebi bam, nangenxa yokwanda kwemveliso yam,