Job 31:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
oku nako bekuya kuba sisono esibang’ abagwebi; ngokuba ngendiba ndikanyele utixo opezulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nako oko ngekuba bubugwenxa phambi kwabagwebi; Kuba ngendiba ndimkhanyele uThixo waphezulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye kwaba bubugwenxa obufanele ukohlwaywa ngumgwebi, ngenxa yokuba ndibe ndikhanyela uThixo ophakamileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nale ke into ibingaba bubugwenxa obufanele isohlwayo esiqatha, kuba ukwenjenjalo ingaba kukuvukelana noThixo kweliphezulu.