Job 31:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngendimxelela inani lamanyatela am; njengenkosi ngendisondela kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inani lamabanga am ndomxelela, Ndimsondele njengenganga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inani lamabanga am bendiya kwazisa yena; njengenkosana bendiya kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo bendiya kumanekela konke okwam, ndingqiyaze phambi kwakhe njengetshawe.