Job 31:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akaziboni na yena indlela zam? nawo onke amanyatela am akazibali na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akaziboni na yena iindlela zam, Awabale onke amabanga am?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akaziboni na yena iindlela zam, Awabale onke amabanga am?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andithi na kaloku yena uyazazi iindlela zam, ewabala onke amanyathelo am?