Job 32:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndizele ngamazwi; umoya pakati kwam uyandinyanzela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndizele kukuthetha; Undicuthile umoya wembilini yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndizele luthuli, umoya phakathi kwam uyandishukumisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi, mna andisenakuzibamba ndithi cwaka, kuba kuninzi ukuthetha kum.