Job 32:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndingakwazi ukubonga: ngeehla andisuse umenzi wam!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba andikwazi ukuteketisa; Ubeya kundisusa kalula uMenzi wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba andikwazi ukubabiza ngamagama ancomekayo; ngoko ke umdali wam wayesele eza kundithatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe akunto yam ukulalanisa; xa bekunjalo uMdali wam ebengandicim' igama ngoko nangoko!