Job 32:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Elihu ebelindisele u‐Jobi amazwi ake, ngokuba bona bebebadala kuye imihla yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uElihu ubesalindisile kuYobhi ngamazwi, ngokuba babebadala kunaye ngemihla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uElihu walinda wada wathetha uYobhi, kuba babebadala kunaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UElihu lo wayesalindele ukuthetha noYobi, kuba abanye aba babebadala kunaye.