Job 32:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kuko umoya emntwini; nokupefumla kwosomandla kuyabanika ingqondo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ngumoya osemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla okubaqondisayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko umoya usemntwini, Nokuphefumla kukaSomandla kuqondisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngoku ndiyaqonda ukuba ngumoya osemntwini, ewe, lifuthe likaSomandla elimthi jize ngokuqonda umntu.