Job 32:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi ngabo abakulu abalumkileyo; asi ngabo abadala abaqonda okufaneleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukulumka akunabakhulu, Ukuqonda okufaneleyo akunamadoda makhulu odwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda amakhulu akasoloko elumkile, namadoda amakhulu akakuqondi okusesikweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi, abuyi ngaminyaka ubulumko, kungayi nangabudala ukuqonda imfanelo.