Job 33:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, akulungisi ngalento; ndokupendula: ngokuba utixo emkulu kuye umntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona akulungisi ngaloo nto; ndokuphendula; Kuba uThixo yena mkhulu kunomntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, awulungisile ndawo; ndoniphendula, ndithi, uThixo yena mkhulu kunomntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uyabona, uphazamile ngayo le ndawo; mandikuphendule, kuba uThixo yena mkhulu kunomntu.