Job 33:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunganina ukuba uyapika naye? ngokuba engayi kupendulela namnye wemicimbi yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yini na ukuba ubambane naye, Kuba engaphenduli ngeendawo zakhe zonke?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yini na ukuba ubambane naye? ngenxa yokuba engayiphenduliyo imicimbi yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngani ke ukuba umangalelane naye, usithi yena akaphenduli mntu?”