Job 33:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba utixo eteta kanye, ewe kabini, kodwa akugqalelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanti, hayi, ngendlela enye uThixo uyathetha, Nangezimbini, ke akukhathalwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uThixo uthetha kube kanye, Nangezimbini, kodwa umntu akaboni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku uThixo uthetha nomntu ngandlela zonke, kambe ke yena umntu akahoyi.