Job 33:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kuko ngakuye umtunywa, umca̔zeli, emnye pakati kwewaka, kuze kushunyayelwe emntwini imfaneleko yake;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ke kuthe kwakho isithunywa sezulu Esimlamlelayo, noko sisinye ewakeni, Sokumxelela umntu okumfaneleyo:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke kuthe kwakho isithunywa sezulu kunye naye, umkhumshi ubemnye ewakeni, ukuze abonise umntu inyaniso yakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Mhlawumbi ke angeza kulamlelwa sisithunywa, esinye kuloo mawaka-waka, simkhumbuze ngeemfanelo zakhe.