Job 33:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uya kwandula ukumpata ngofefe, ati: Mkulule angehli ukuya emnxunyeni; ndifumene isizi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wombabala, athi, Mkhulule, angehli aye esihogweni, Kuba ndilufumene ucamagusho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko waba nosizi kuye waza wathi: “Mhlangule angehli aye emhadini: Ndiyifumene intlawulelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Singatsho ngovelwano sithi: ‘Mkhulule; makangehli aye kwelabafileyo. Nantsi kaloku intlawulo.’