Job 33:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba abuyise umpefumlo wake emnxunyeni, aze akanyiswe ngokukanya kwabahleliyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba abuyise umphefumlo wakhe esihogweni, Ukhanye ngokukhanya kobomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuba abuyisele umphefumlo wakhe kwelabafileyo, Ukhanye ngokukhanya kobomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu uyamhlangula engcwabeni, ukuze naye axhamle ubomi.