Job 33:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kuko amazwi, ndipendule ke; teta, ngokuba ndifuna ukukugwebela:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba unokuthetha, ndiphendule; Thetha, kuba ndifuna ukukugwebela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba unokuthetha, ndiphendule; Thetha, ngokuba ndithanda ukukugwebela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke uphendule xa unako; nam ndizimisele ukukulungiselela.