Job 34:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umsebenzi wabantu eya kuwubuyekezela kubo, enze ukuba bonke ngabanye bafumane njengokwemikwa yabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukwenza komntu ukubuyekeza kuye, Amfumanise umfo ngokwehambo yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kumbuyekeza ngokwezenzo zakhe, Elowo nalowo ngokwendlela yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuye umntu uvuna loo nto ayilimileyo; umntu umphatha ngokwehambo yakhe.