Job 34:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngeluqauka uluntu lwonke kwa kunye, bati abantu babuyele elutulini,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ibiya kuphuma umphefumlo inyama yonke kunye, Umntu abuyele eluthulini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yonke inyama iya kutshabalala kunye, nomntu uya kubuyela eluthulini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
konke okuphilayo kungasuka kutshabalale, noluntu lonke lubuyele kwaseluthulini.