Job 34:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kancinane kangakananina ngakumbi ku lowo ungabukiyo ubuso benkosi, nongaziyo isityebi ngapezu kwehlwempu? ngokuba bengumsebenzi wezandla zake bona bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kangakanani na ke kongabanoneleliyo abathetheli, Onganoneleli zinongonongo ngaphezu kwabasweleyo? Kuba bangumsebenzi wezandla zakhe bona bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwenzeka njani na kulowo ungabumkeliyo ubuso beenkosana aze angazithabathi izityebi phezu kwamahlwempu? ngokuba bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo akakhethi buso nakumatshawe; nesityebi akasilungiseleli ngaphezu kwehlwempu; kaloku bonke bangumsebenzi wezandla zakhe.