Job 34:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba amehlo ake epezu kwendlela zomntu; nawo onke amanyatela ake uyawabona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba amehlo akhe aphezu kweendlela zomntu, Uyawabona onke amabanga akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba amehlo akhe ondele iindlela zomntu, Uyazibona zonke iindlela zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku yena uzijongile iindlela zabantu; uwabona onke amanyathelo abo.