Job 34:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba engabuyi abeke inkumbulo pezu kwomntu, ukuze aye kutixo ekugwebeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba akazekeleli ukumngqinga umntu, Ukuze eze ematyaleni noThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akaxoki ngaphezu kobulungisa bomntu; ukuba eze ematyaleni noThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
KuThixo akuyomfuneko ukubancwina ngakumbi abantu xenikweni ebasa ematyaleni.