Job 34:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko uyayazi imisebenzi yabo; uyabapenula ebusuku, batyunyuzwe ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngako oko uyazazi izenzo zabo, Ababhukuqe ebusuku, batyumke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko uyazazi izenzo zabo, kwaye uyabaguqula nasebusuku, ukuze babe nokutshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uyazazi izenzo zabo; ubabhukuqa ngobusuku babhange.