Job 34:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akupumza yena, ngubanina ongapitizelisayo? akufihlela ubuso, ngubanina ongamkangelayo? nokuba sisizwe, nokuba ngumntu, kuyafana:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuzolisa, ngubani na oya kuxhalisa? Akusithelisa ubuso, ngubani na ongambonayo? Esenjenjalo, nokuba kungenxa yohlanga, nokuba kungenxa yomntu emnye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe cwaka, ngubani na owohlisa ishwangusha? Ukuba uyabusithelisa ubuso bakhe, ngubani na ongambonayo? isenokuba ngumcimbi kawonke wonke, nokuba imalunga nomntu omnye;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa athe cwaka ngubani ongamgwebayo? Naxa efihle ubuso bakhe ngubani ongambonayo? Nguye ngokwakhe olawula uluntu nezizwe,