Job 34:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kuze kungapati ubukosi umntu ongumginwa, kungabiko imigibe yabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuze angabi ngukumkani umntu oyintshembenxa, Angabi zizirhintyelo zabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuze angalawuli umntu oyintshembenxa, Ukuba angabanjwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ukuze athintele isikhohlakali ekulawuleni, singababekeli umgibe abantu.