Job 34:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okunene ngekutshiwo kutixo ukuti: Senditwele ukwohlwaywa, andiyi kubuya ndenze ngokwonakeleyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ubani angatsho na kuThixo ukuthi, Ndiziphakamisile, andisayi kuba sona;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kufanelekile ukuthi kuThixo, Ndiguqukile, andisayi kuphinda ndone.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ukuba ngaba umntu ebenokuthi kuThixo: ‘Ndikuvukele, kodwa andiyi kuphinda ndone.