Job 34:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kunjengokuti kwako na aya kupindezela, ukuba uyala, — ukuba uya kunyula wena, ndinga nyuli mna? ngako into uyaziyo yitete ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uya kuphindezela ngokwakho na yena, ngokuba usolile wena?Ukuba unyule wena, kunganyuli mna. Into oyaziyo yithethe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makube sekuqondeni kwakho na? nguye oya kukuhlawula, nokuba uyala, nokuba uthanda; hayi mna: thetha into oyaziyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba uThixo uthi useza kumohlwaya ngenxa yokumvukela kwakhe? Zikhethele ngokwakho, ingabi ndim. Into oyaziyo yithethe.