Job 34:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesiti u‐Jobi: Ndilungile; utixo ususile ibango lam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uthe uYobhi, Ndililungisa, UThixo ulisusile ibango lam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi uYobhi, Ndililungisa, kodwa uThixo ubususile ubulungisa bam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku uYobi uthi: ‘Ndimsulwa, kodwa uThixo undivimb' ubulungisa.