Job 34:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesiti: Umntu akancedwa, nxa avumelana notixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba esithi, Akancedeki umfo Ngokukholana noThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wathi, Akancedi lutho umntu, ngokuba ekholiswa nguye uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yena uthi: ‘Akumncedi lutho umntu ukuzimisela ukukholisa uThixo.’