Job 35:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Apo ke bayakala, kodwa akapenduli, ngenxa yer̔atshi labakohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bandula bakhale, angaphenduli, Ngenxa yekratshi labanobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babiza khona, akwabakho usabelayo, Ngenxa yekratshi labangendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu noba sebekhala, uThixo akaphenduli, kuba abakhohlakeleyo bathiwe lwale likratshi.