Job 35:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okunene okungendawo utixo akayi kukuva, nosomandla akayi kukubona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hayi, yona into ekhohlakeleyo akayiva uThixo, USomandla akayikhathalele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokwenene, uThixo akeva nto, noSomandla akayi kunikela ingqalelo kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inene, uThixo akangeke awaphulaphule amampunge; uSomandla akawasi so tu.