Job 35:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku, ngokuba ingqumbo yake ingohlwayi, nokuba engagqali isigqito kakulu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko xa ungekaveleli umsindo wakhe, Akazani na kunene nesikhukhumali?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ngoku, ngenxa yokuba bekungenjalo, ubethe ngomsindo wakhe; nangona kunjalo, akazi kakhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
naxa uthi uThixo akacaphuki ohlwaye, usithi akasihoyi isono.