Job 35:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ubusiti: Bondinceda nto nina? ndiya kuzuza nto nina ngapezu kwe ndizuza ngesono sam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uthi nje, Bundinceda ntoni na, Bundinyusa ngantoni na phezu kokundinyusa kwesono sam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi, Wozuza ntoni na? Nondinceda ngantoni na, ukuba ndithe ndahlanjululwa esonweni sam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ubhekisa kuThixo usithi: ‘Khon' ukuba ndonile ke? Kundinceda ngani ukungoni?’