Job 36:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba bayeva, bakonze nokukonza, bogqiba imihla yabo ebutamsanqeni, neminyaka yabo eziyolweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba bathe beva, bamkhonza, Boyigqiba imihla yabo ekulungeni, Neminyaka yabo ebumnandini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba bathe beva, bamkhonza, boyigqiba imihla yabo ekulungeni, neminyaka yabo benoyolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke bayamva bemthobela uThixo, boyigqiba imihla yabo bexhamla indyebo, neminyaka yabo ibe yeyokwaneliseka.