Job 36:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe ke ebeya kukur̔ola esixingweni, ukuya endaweni ebanzi ekungeko kuxinana kuyo; nento ebekwa esitebeni sako ibiya kuzala bunqata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nawe ubengakukhululayo yena emlonyeni wembandezelo, Akuse endaweni ebanzi, emzantsi ungacuthekileyo; Nokubekwa etafileni yakho kuzale kukutyeba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye ebeya kunisusa ezimbandezelweni, anise endaweni ebanzi, engenaxhala; nokubekwa etafileni yakho kuya kuzala ngamanqatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nawe wakukhupha enkathazweni, wakutsho waxhamla intlala-kahle, usitya uhlutha, ungaswele nto.