Job 36:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuko umsindo, lumka hleze akususe ngesibeto: oko isizi esikulu asiyi kukusindisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ubushushu mabungakuxhokonxeli ekutyhwakrazeni izandla, Nobukhulu bocamagusho mabungathi gu bucala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ke ingqumbo ikhona, zikhangeleleni ngokwenu, hleze ithabatheke ngemivumbo yakhe; ke yona intlawulelo enkulu ayiyi kukuhlangula.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lumka ke umsindo wakho ungawenzi umgibe wokubambisa abanye, ungazimiseli ukusebenzisa ukunyoba okukhulu ukuguqula imeko.