Job 36:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndihlalele kancinane, ndandiya kukutyela; ngokuba kuseko amazwi ngenxa katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawenze kuhle, ndikutyele; Kuba kusekho ukuthetha okusingisele kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Khaninyamezele okwethutyana, ndokubonisa ukuba andiyi kuthetha ngokukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kambe ke khawundinyamezele kancinci, kuba kusekho ekufuneka ndikuthethe ndimele uThixo.