Job 36:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uluntu lwonke luyawubonela; umntu uyakangela ekude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abantu bayawubona; Umntu uwukhangela emgama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wonke umntu uyayibona; umntu uyabona kude.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu bayayibona imisebenzi yakhe, noxa beyibona bekude nje.