Job 36:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, utixo umkulu, asimazi; inani leminyaka yake, lona alinakupengululwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, uThixo mkhulu, asimazi; Inani leminyaka yakhe aligocagoceki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, uThixo mkhulu, kodwa asimazi; Nenani leminyaka yakhe alinakubalwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ukuba mkhulu kukaThixo! Uyiphakamele ingqiqo yethu; inani leminyaka yakhe aligocagoceki.