Job 36:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako kuko na ongaqondayo ukutwabuluka kwelifu, ukudywaba kwentente yake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanene baya kuqonda na ukwanekwa kwamafu, Nokuzongoma komnquba wakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na okuqondayo ukuqengqeleka kwamafu, nesandi somnquba wakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngubani okuqondayo ukuhamba kwamafu, nokuzongoma kweendudumo ezulwini phaya?