Job 36:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndiya kuzeka ukwazi kwam kwa kude; nakuye umenzi wam ndiya kunika ubulungisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam, Ndimnike ubulungisa uMenzi wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kukuphakamisela entweni ekude ukwazi kwam, Ndigwebe kuMenzi wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Olwam ulwazi luvela kude; lucacisa ukuba uThixo, uMdali wam, lilungisa.