Job 36:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, uyatwabulula ukukanya kwake pezu kwalo, namazantsi olwandle uyawagubungela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, waneka phezu kwakhe ukukhanya kwakhe, Azigubungele ngamazantsi olwandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, waneka phezu kwakhe ukukhanya kwakhe, Azigubungele ngeenzulu zolwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena utshawuzisa umbane esibhakabhakeni; nguye ogubungela inzonzobila yolwandle.